Ilevitikus 7:34 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kuba incum yomtshangatshangiso, nomlenze womrhumo, ndiwuthabathile koonyana bakaSirayeli emibingelelweni yabo yoxolo; ndiwuniké uAron umbingeleli, noonyana bakhe, ukuba ube ngummiselo ongunaphakade koonyana bakaSirayeli.

Ilevitikus 7

Ilevitikus 7:29-38