Ilevitikus 7:18 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ukuba kuthe kwadliwa, nokuba yintwana le yenyama yombingelelo wakhe woxolo, ngomhla wesithathu, awusayi kumkholekisa owusondezayo, awusayi kubalelwa kuye; woba yimbozisa. Ubani odlayo kuwo wobuthwala ubugwenxa bakhe.

Ilevitikus 7

Ilevitikus 7:8-19