Ilevitikus 7:1-2 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

1. Nguwo lo umyalelo wedini letyala: liyingcwele kangcwele lona.

2. Apho kuxhelelwa khona idini elinyukayo, loxhelelwa khona idini letyala, negazi lalo litshizwe lijikelezise esibingelelweni.

Ilevitikus 7