Ilevitikus 6:25 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Thetha kuAron nakoonyana bakhe, uthi, Nguwo lo umyalelo wedini lesono: apho kuxhelelwa khona idini elinyukayo, loxhelelwa khona idini lesono phambi koYehova; liyingcwele kangcwele lona.

Ilevitikus 6

Ilevitikus 6:18-27