Ilevitikus 6:2 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Xa ubani athe wona ngokumeneza, emeneza kuYehova, wayikhanyela kummelwane wakhe into ebibekwe kuye, nokuba yinto esisibambiso, nokuba yinto exhakamfulweyo, nokuba umcudisile ummelwane wakhe,

Ilevitikus 6

Ilevitikus 6:1-6