Ilevitikus 5:4 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Xa ke ubani athe wafunga, waphololoza ngomlomo wakhe, esithi, uya kwenza into, nokuba imbi, nokuba ilungile, ezintweni zonke athe waziphololoza umntu ngesifungo, engakwazi oko, waza wabuya wakwazi oko: uzeké ityala nangayiphi kwezo nto.

Ilevitikus 5

Ilevitikus 5:1-12