Ilevitikus 4:2 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Thetha koonyana bakaSirayeli, uthi, Xa athe ubani wona ngokulahlekana nomthetho kaYehova, nokuba nguwuphi na, wezinto ezingezakwenziwa, wenza enye kuzo:

Ilevitikus 4

Ilevitikus 4:1-5