Wósondeza ukudla kwasemlilweni kuYehova, ethabathe embingelelweni woxolo inqatha lawo, umsila uphela ewunqamla kuntlahlahlungulu, nomhlehlo ogubungele izibilini, namanqatha onke asezibilinini,