Ilevitikus 27:6 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ukuba kuthabathele kumntwana onyanga-nye, kwesa kumntwana ominyaka mihlanu, ukulinganisela kwakho oyindoda makube ziishekele zesilivere ezintlanu; ukulinganisela kwakho oyinkazana makube ziishekele zesilivere ezintathu.

Ilevitikus 27

Ilevitikus 27:4-9