Ilevitikus 27:33 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Makangagocagoci phakathi kwelungileyo nembi, angayanani; ukuba uthe wayanana ukuyanana oku, mayibe ngcwele yona, naleyo kwananwe ngayo mayingakhululwa ngentlawulelo.

Ilevitikus 27

Ilevitikus 27:28-34