Ilevitikus 27:14 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Xa athe umntu wayingcwalisa indlu yakhe ukuba ibe ngcwele kuYehova, umbingeleli makayilinganisele, abethe phakathi kwelungileyo nembi; njengoko umbingeleli ayilinganiseleyo, yoqiniseka ngokunjalo.

Ilevitikus 27

Ilevitikus 27:9-19