Ilevitikus 26:22 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

ndinithumele amarhamncwa, awonihlutha abantwana benu, aqwenge neenkomo zenu, anenze nibe mbalwa, neendlela zenu zingàhanjwa.

Ilevitikus 26

Ilevitikus 26:21-24