Ilevitikus 26:11-13 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

11. ndiwumise umnquba wam phakathi kwenu, ningadimalelwa ngumphefumlo wam.

12. Ndohamba phakathi kwenu, ndibe nguThixo wenu, nina nibe ngabantu bam.

13. NdinguYehova uThixo wenu, onikhuphileyo ezweni laseYiputa, ukuba ningabi ngamakhoboka awo; ndazaphula iidyokhwe zenu, ndanihambisa nathi nkqo.

Ilevitikus 26