Ilevitikus 25:54-55 Izibhalo Ezingcwele (XHO75) Ukuba úthe, àkakhululwa ngentlawulelo ngabo abo, wophuma ngomnyaka wentlokoma, yena enabantwana bakhe.