Ilevitikus 25:52 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ukuba kuthe kwasala iminyaka embalwa, ukuze kube ngumnyaka wentlokoma, wóbala ngokweminyaka yakhe, abuyise intlawulelo yokukhululwa kwakhe.

Ilevitikus 25

Ilevitikus 25:44-55