Ilevitikus 25:45 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kanjalo koonyana babaziindwendwe kuni, abaphambukele kuni, nothenga kubo, nasemizalwaneni yabo ekuni, abayizalele ezweni lenu; babe lilifa kuni.

Ilevitikus 25

Ilevitikus 25:35-48