Xa athe umzalwana wakho wanzonza, isandla sakhe solukela kuwe, sòmomeleza, aphile nawe engumphambukeli, elundwendwe kuwe.