Ilevitikus 25:33 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ethe yathengwa kubaLevi, indlu ekuthengiswe ngayo emzini welifa lakhe, yophuma ngomnyaka wentlokoma; ngokuba izindlu zemizi yabaLevi zililifa labo phakathi koonyana bakaSirayeli.

Ilevitikus 25

Ilevitikus 25:28-37