Ilevitikus 25:2 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Thetha koonyana bakaSirayeli, uthi kubo, Xa nithe nafika kulo ilizwe endininika lona, ilizwe elo ke lophumla isabatha kuYehova.

Ilevitikus 25

Ilevitikus 25:1-5