Ilevitikus 24:8 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wóhlala eyicwangcisa phambi koYehova ngemihla yonke yesabatha, ivela koonyana bakaSirayeli: ngumnqophiso ongunaphakade.

Ilevitikus 24

Ilevitikus 24:1-11