Nganeno komkhusane wesingqino, ententeni yokuhlangana, wóhlala ezicwangcisa uAron izibane phambi koYehova, kuthabathela ngokuhlwa kuzise ekuseni: ngummiselo ongunaphakade ezizukulwaneni zenu.