Ilevitikus 23:43 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

ukuze zazi izizukulwana zenu, ukuba ndabahlalisa oonyana bakaSirayeli eminqubeni, ekubakhupheni kwam ezweni laseYiputa: ndinguYehova, uThixo wenu.

Ilevitikus 23

Ilevitikus 23:36-44