Yisabatha kasabatha kuni; nóyithoba imiphefumlo yenu. Ngolwesithoba enyangeni leyo, ngokuhlwa, kuthabathele ekuhlweni kuse ekuhlweni, nophumla ngesabatha yenu.