Ilevitikus 23:10 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Thetha koonyana bakaSirayeli, uthi kubo: Xa nithe nafika kulo ilizwe endininika lona, navuna isivuno salo, nozisa kumbingeleli isinde lokuqala lesivuno senu,

Ilevitikus 23

Ilevitikus 23:6-12