Ilevitikus 22:11 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Umbingeleli xa athe wathenga umntu, waba yintengo yemali yakhe, makadle kuyo lowo, kwanozelelwe endlwini yakhe; abo bodla ukudla kwakhe.

Ilevitikus 22

Ilevitikus 22:7-19