Ilevitikus 21:8 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Uze umngcwalise ke; kuba esondeza ukudla koThixo wakho; wóba ngcwele kuwe, ngokuba ndingcwele, mna Yehova uningcwalisayo.

Ilevitikus 21

Ilevitikus 21:3-16