Kungába ngenxa yenyama yakhe ekufuphi kuye yodwa: unina noyise, nonyana wakhe, nentombi yakhe, nomzalwana wakhe.