Ilevitikus 20:24 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ndathi ke kuni, Nina niya kulidla ilifa ilizwe labo; ndininikile mna ukuba libe lilifa kuni, ilizwe elibaleka amasi nobusi. NdinguYehova, uThixo wenu, onahluleyo kwezinye izizwe.

Ilevitikus 20

Ilevitikus 20:23-27