Umntu ngomntu, koonyana bakaSirayeli, nakubaphambukeli abaphambukele kwaSirayeli, othe wayinika uMoleki* imbewu yakhe, wobulawa afe; abantu belizwe eli ize bamxulube ngamatye.