Ilevitikus 18:17 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ubuzé bomfazi nentombi yakhe uze ungabutyhili; intombi yonyana wakhe, nentombi yentombi yakhe, uze ungayizeki, ukuba ubutyhile ubuzé bayo: yinyama yakhe leyo; ngamanyala lawo.

Ilevitikus 18

Ilevitikus 18:14-24