Lowo woba ngummiselo ongunaphakade kuni wokubacamagushela oonyana bakaSirayeli ngenxa yezono zabo zonke, kube kanye ngomnyaka.Wenza ke njengoko uYehova wamwisela umthetho uMoses.