Ilevitikus 13:52 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wóyitshisa ingubo, nosinga lokoluka, nosinga lokuluka, noboya, nelinen, nemphala yonke yesikhumba esikhoyo kuyo isibetho: ngokuba liqhenqa elimandundu; yotshiswa loo mpahla ngomlilo.

Ilevitikus 13

Ilevitikus 13:49-57