Ilevitikus 12:1-3 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

1. Wathetha uYehova kuMoses, esithi,

2. Thetha koonyana bakaSirayeli, uthi, Umfazi, xa athe wathabatha, wazala inkwenkwe, woba yinqambi imihla esixhenxe; njengemihla yokungcola komzí wakhe woba yinqambi.

3. Ngomhla wesibhozo iya kwalùswa inyama yokwalùswa;

Ilevitikus 12