11. zoba nezothe kuni, zibe nezothe kuni. Nize ningayidli inyama yazo; nezidumbu zazo zibe nezothe kuni.
12. Zonke izinto ezingenamaphiko namaxolo emanzini zoba nezothe kuni.
13. Zezi ezintakeni ezoba nezothe kuni; zezingadliwa, zinezothe zona: ixhalanga,
14. nosilwangangubo, nonomakhwezana;