Ke ukuba umsondezo wakhe kuYehova ulidini elinyukayo lasezintakeni, wówusondeza umsondezo wakhe, ethabatha kumahobe, nokuba kukumagobo amavukuthu.