Phambi koYehova, ngokuba esiza,Ngokuba esiza kugweba ihlabathi.Úya kuligweba elimiweyo ngobulungisa,Nezizwe ngokunyanisa kwakhe.