Iindumiso 96:10 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Yithini ezintlangeni, UYehova ngukumkani,Liya kuzinza ngoko elimiweyo, lingashukumi,Úya kugweba phakathi kwezizwe ngokuthe tye.

Iindumiso 96

Iindumiso 96:5-13