Iindumiso 95:7 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ngokuba nguThixo wethu yena,Thina ke singabantu bokwalúswa nguye, nezimvu zesandla sakhe.Namhla, ukuba ninokuliva izwi lakhe,

Iindumiso 95

Iindumiso 95:6-11