16. Úzazisile uYehova; wenza umgwebo,Emthiyela ngomsebenzi wezandla zakhe ongendawo. (Bethani uhadi ngofefe. Phakamisani.)
17. Baya kubuyela kwelabafileyo abangendawo,Kwaiintlanga zonke ezimlibalayo uThixo;
18. Ngokuba aliyi kuhlala lilityalwa ihlwempu,Ithemba leentsizana aliyi kudaka ngonaphakade.
19. Khawusuk' ume, Yehova; malungàngcwangushi uluntu,Mazigwetywe iintlanga phambi kwakho,
20. Zimisele ukoyika, Yehova,Zazi iintlanga ukuba ziluluntu kuphela. (Phakamisani.)