Iindumiso 89:6 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ngokuba ngubani na esibhakabhakeni olingana noYehova? Ngubani na ofana noYehova phakathi koonyana bakaThixo.

Iindumiso 89

Iindumiso 89:1-13