Iindumiso 89:1 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Iinceba zikaYehova ndiya kuvuma ngazo ngonaphakade,Kwizizukulwana ngezizukulwana ndiya kwazisa ukuthembeka kwakho ngomlomo wam.

Iindumiso 89

Iindumiso 89:1-4