Iindumiso 88:8 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ùbashenxisele kude kum abo ndazana nabo,Ùndenzé isikizi kubo;Ndìvalelwe, andinakuphuma.

Iindumiso 88

Iindumiso 88:1-10