Iindumiso 87:5-7 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

5. Ngokusingisele kwiZiyon, kuya kuthiwa,Lo, naló, uzalelwe kuyo,Abe yena Osenyangweni eyizinzisa.

6. UYehova uya kubàla, ekuzibhaleni izizwi, athi,Abaya bazalelwe khona: (Phakamisani.)

7. Baze, bevuma beqamba, bathi,Yonke imithombo yam ikuwe.

Iindumiso 87