Iindumiso 87:4 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

ORahabhi noBhabheli ndiya kubakhankanyela kwabandaziyo;Nalo elamaFilisti nelaseTire, kunye nelakwaKushi,Aba bazalelwe khona.

Iindumiso 87

Iindumiso 87:1-7