Iindumiso 85:8 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Mandive oko aya kukuthetha uThixo, uYehova;Hayi, uthetha uxolo kubantu bakhe nakwabakhe benceba;Mabangabuyeli ke ekunyabeni kwabo.

Iindumiso 85

Iindumiso 85:4-13