Iindumiso 83:7-9 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

7. AmaGebhali nama-Amon nama-Amaleki,AmaFilisti kunye nabemi baseTire;

8. Nama-Asiriya athelele kubo,Baba yingalo koonyana bakaLote. (Phakamisani.)

9. Yenza kubo njengoko wenza ngako kumaMidiyan,NakuSisera, nakuYabhin esihlanjeni seKishon.

Iindumiso 83