Iindumiso 82:6-8 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

6. Ndithe mna, Ningoothixo,Ningoonyana bOsenyangweni nonke niphela.

7. Noko niya kufa njengomntu,Niwe njengomnye kubathetheli.

8. Khawusuk' ume, Thixo, gweba ehlabathini;Ngokuba ùya kuzidla ilifa wena zonke iintlanga.

Iindumiso 82