Iindumiso 81:11-14 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

11. Ke abantu bam àbáliva izwi lam,USirayeli akandivumanga.

12. Ndabanikela ebungqoleni beentliziyo zabo;Bahamba ngawabo amaqhinga.

13. Akwaba abantu bam bebendiva,Akwaba uSirayeli ubehamba ngendlela yam!

14. Bendiya kuzithoba kamsinya iintshaba zabo,Ndisibuyisele phezu kwababandezeli babo isandla sam.

Iindumiso 81