Iindumiso 79:13 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ke thina bantu bakho, zimvu zalúswa nguwe,Siya kubulela kuwe ngonaphakade,Sibalise ngendumiso yakho kwizizukulwana ngezizukulwana.

Iindumiso 79

Iindumiso 79:10-13