Yini na ukuba iintlanga zithi kuthi, Uphi na uThixo wabo?Makwazeke ezintlangeni, emehlweni ethu,Ukuphindezelwa kwegazi labakhonzi bakho eliphalaziweyo.